Mateyu 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Yaye wena, Kapernahum,+ ngaba mhlawumbi uya kuphakanyiselwa ezulwini? Uya kuhlela+ phantsi eHadesi;+ ngenxa yokuba ukuba imisebenzi yamandla eyenzeka kuwe yayenzeke eSodom, ngeyayihleli de kube ngulo mhla kanye. Mateyu 22:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa bengaxhalele nto bemka, omnye waya kwintsimi yakhe, omnye waya kwishishini lakhe lorhwebo;+
23 Yaye wena, Kapernahum,+ ngaba mhlawumbi uya kuphakanyiselwa ezulwini? Uya kuhlela+ phantsi eHadesi;+ ngenxa yokuba ukuba imisebenzi yamandla eyenzeka kuwe yayenzeke eSodom, ngeyayihleli de kube ngulo mhla kanye.