Zekariya 6:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kuyakha itempile kaYehova, yaye yena uya kusithwala isidima;+ ibe umele ahlale phantsi aze alawule etroneni yakhe,+ umele abe ngumbingelei etroneni yakhe, lona kanye icebo loxolo+ liya kuba phakathi kwabo bobabini. Hebhere 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 kodwa uKristu wayethembekile njengoNyana+ phezu kwendlu yaLowo. Thina siyindlu yaLowo,+ ukuba sibambelela nkqi kwinkululeko yethu yokuthetha nasekuqhayiseni kwethu ngethemba siqinise kude kuse ekupheleni.+
13 Uya kuyakha itempile kaYehova, yaye yena uya kusithwala isidima;+ ibe umele ahlale phantsi aze alawule etroneni yakhe,+ umele abe ngumbingelei etroneni yakhe, lona kanye icebo loxolo+ liya kuba phakathi kwabo bobabini.
6 kodwa uKristu wayethembekile njengoNyana+ phezu kwendlu yaLowo. Thina siyindlu yaLowo,+ ukuba sibambelela nkqi kwinkululeko yethu yokuthetha nasekuqhayiseni kwethu ngethemba siqinise kude kuse ekupheleni.+