-
Genesis 5:22INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
22 Yaye emva kokuzala kwakhe uMethusela uEnoki waqhubeka ehamba noTHIXO oyinyaniso iminyaka engamakhulu amathathu. Ngelo thuba wazala oonyana neentombi.
-