Mateyu 28:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni. 1 Korinte 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba uThixo “wazithobela phantsi kweenyawo zakhe zonke izinto.”+ Kodwa xa esithi ‘zonke izinto zithotyiwe,’+ kuyabonakala ukuba akabalwa lowo wazithobela phantsi kwakhe zonke izinto.+ Efese 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kanjalo izinto zonke uzithobele phantsi kweenyawo+ zakhe, waza wamenza intloko yezinto+ zonke kulo ibandla, Filipi 3:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 oya kuwumilisa ngokutsha umzimba wethu othotyiweyo+ ukuze uvisisaniswe nomzimba wakhe ozukileyo+ ngokokusebenza+ kwamandla anawo, kwanawokuthobela+ zonke izinto kuye.
18 Yaye uYesu wasondela waza wathetha kubo, esithi: “Linikwe mna lonke igunya+ ezulwini nasemhlabeni.
27 Kuba uThixo “wazithobela phantsi kweenyawo zakhe zonke izinto.”+ Kodwa xa esithi ‘zonke izinto zithotyiwe,’+ kuyabonakala ukuba akabalwa lowo wazithobela phantsi kwakhe zonke izinto.+
22 Kanjalo izinto zonke uzithobele phantsi kweenyawo+ zakhe, waza wamenza intloko yezinto+ zonke kulo ibandla,
21 oya kuwumilisa ngokutsha umzimba wethu othotyiweyo+ ukuze uvisisaniswe nomzimba wakhe ozukileyo+ ngokokusebenza+ kwamandla anawo, kwanawokuthobela+ zonke izinto kuye.