Genesis 21:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngako oko uAbraham wamthiya unyana wakhe awamzalelwayo, awamzalelwa nguSara, igama elinguIsake.+