IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ukususela ngelo xesha kuse phambili uYesu washumayela esithi: “Guqukani,+ kuba ubukumkani+ bamazulu busondele.”

  • Mateyu 25:34
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 34 “Ngoko ukumkani uya kuthi kwabo bangasekunene kwakhe, ‘Yizani, nina nisikelelweyo nguBawo,+ budleni ilifa+ ubukumkani+ obalungiselelwa nina ukususela ekusekweni kwehlabathi.+

  • Filipi 3:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Thina ke, singabemi+ basemazulwini,+ apho silindele ngentumekelelo+ ukuba kuya kuvela khona umsindisi, iNkosi uYesu Kristu,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share