Genesis 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ke kaloku emva kwezi zinto uTHIXO oyinyaniso wamvavanya+ uAbraham. Ngako oko wathi kuye: “Abraham!” wathi yena: “Ndilapha!”+
22 Ke kaloku emva kwezi zinto uTHIXO oyinyaniso wamvavanya+ uAbraham. Ngako oko wathi kuye: “Abraham!” wathi yena: “Ndilapha!”+