Genesis 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wandula uThixo wathi kuAbraham: “Musa ukungakholiswa yiyo nantoni na uSara ayitshoyo kuwe ngenkwenkwe le nekhobokazana lakho. Liphulaphule ilizwi lakhe, kuba iya kubizwa ngoIsake imbewu yakho.+ Roma 9:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ingengabo nabo bonke abangabantwana+ ngenxa nje yokuba beyimbewu ka-Abraham, kodwa kwathiwa: “Oko kuya kubizwa ngokuba ‘yimbewu yakho’ kuya kuba ngoIsake.”+
12 Wandula uThixo wathi kuAbraham: “Musa ukungakholiswa yiyo nantoni na uSara ayitshoyo kuwe ngenkwenkwe le nekhobokazana lakho. Liphulaphule ilizwi lakhe, kuba iya kubizwa ngoIsake imbewu yakho.+
7 Ingengabo nabo bonke abangabantwana+ ngenxa nje yokuba beyimbewu ka-Abraham, kodwa kwathiwa: “Oko kuya kubizwa ngokuba ‘yimbewu yakho’ kuya kuba ngoIsake.”+