Eksodus 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wakhula umntwana. Ngoko wamsa kwintombi kaFaro, waba ngunyana wayo;+ yaza yamthiya igama elinguMoses, kuba isithi: “Ngokuba ndamrhola emanzini.”+ IZenzo 7:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kodwa wathi akulahlwa, intombi kaFaro yamchola yaza yamkhulisa njengonyana wayo.+
10 Wakhula umntwana. Ngoko wamsa kwintombi kaFaro, waba ngunyana wayo;+ yaza yamthiya igama elinguMoses, kuba isithi: “Ngokuba ndamrhola emanzini.”+