ABagwebi 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku uYifeta+ umGiliyadi+ waba yindoda enamandla, elikroti,+ yaye wayengunyana womfazi ongunongogo,+ kwaye uGiliyadi wazala uYifeta.
11 Ke kaloku uYifeta+ umGiliyadi+ waba yindoda enamandla, elikroti,+ yaye wayengunyana womfazi ongunongogo,+ kwaye uGiliyadi wazala uYifeta.