19 Ndithetha ngokwabantu ngenxa yobuthathaka benyama yenu:+ kuba kwanjengoko nawanikelayo amalungu enu+ njengamakhoboka okungahlambuluki+ nokuchas’ umthetho ngokubhekisele ekuchasen’ umthetho, ngokunjalo ke ngoku wanikeleni amalungu enu njengamakhoboka obulungisa ngokubhekisele kubungcwele.+