1 Korinte 15:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Kodwa ngamnye kuluhlu lwakhe: UKristu intlahlela,+ emva koko abo bangabakaKRISTU ebudeni bobukho bakhe.+ ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
23 Kodwa ngamnye kuluhlu lwakhe: UKristu intlahlela,+ emva koko abo bangabakaKRISTU ebudeni bobukho bakhe.+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+