INdumiso 79:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ke thina bantu bakho nomhlambi wedlelo lakho,+Siya kukubulela ukusa kwixesha elingenammiselo;Ukususela kwisizukulwana ukusa kwisizukulwana siya kuyivakalisa indumiso yakho.+ Yohane 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngoko ke kwakhona uYesu wathi: “Inene, inene, ndithi kuni, Ndim umnyango+ wezimvu.
13 Ke thina bantu bakho nomhlambi wedlelo lakho,+Siya kukubulela ukusa kwixesha elingenammiselo;Ukususela kwisizukulwana ukusa kwisizukulwana siya kuyivakalisa indumiso yakho.+