Yohane 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kuba uThixo wamthumela uNyana wakhe ehlabathini, kungekhona ukuba aligwebe+ ihlabathi, kodwa ukuze ihlabathi lisindiswe+ ngaye. Yohane 7:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Mna ndiyamazi,+ ngenxa yokuba ndingummeli ovela kuye, yaye Yena undithumile.”+
17 Kuba uThixo wamthumela uNyana wakhe ehlabathini, kungekhona ukuba aligwebe+ ihlabathi, kodwa ukuze ihlabathi lisindiswe+ ngaye.