4 Isizathu sam sikukuba abantu abathile bathwethwele ngaphakathi+ abo kwakudala babemiselwe+ lo mgwebo+ ziZibhalo, abantu abangenabuthixo,+ bebujika ububele obungasifanelanga boThixo wethu bube sisingxengxezo sehambo evakalala+ yaye bemkhanyela+ okuphela koMnini+ neNkosi+ yethu, uYesu Kristu.