Yohane 20:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 UYesu wathi kuye: “Ngenxa yokuba undibonile uyakholwa na? Banoyolo abo bangabonanga, bakholwa noko.”+
29 UYesu wathi kuye: “Ngenxa yokuba undibonile uyakholwa na? Banoyolo abo bangabonanga, bakholwa noko.”+