1 Yohane 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Zintanda, ndinibhalela, kungekhona umyalelo omtsha, kodwa umyalelo omdala+ lowo beninawo ukususela ekuqaleni.+ Lo myalelo mdala lilizwi enalivayo. 1 Yohane 2:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ke nina, oko niye nakuva ukususela ekuqaleni makuhlale kuni.+ Ukuba oko niye nakuva ukususela ekuqaleni kuyahlala kuni, nani niya kuhlala nimanyene+ noNyana yaye nimanyene noBawo.+ 1 Yohane 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba esi sisigidimi enasivayo kwasekuqaleni,+ ukuba sithandane;+
7 Zintanda, ndinibhalela, kungekhona umyalelo omtsha, kodwa umyalelo omdala+ lowo beninawo ukususela ekuqaleni.+ Lo myalelo mdala lilizwi enalivayo.
24 Ke nina, oko niye nakuva ukususela ekuqaleni makuhlale kuni.+ Ukuba oko niye nakuva ukususela ekuqaleni kuyahlala kuni, nani niya kuhlala nimanyene+ noNyana yaye nimanyene noBawo.+