Luka 24:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Bonani izandla zam neenyawo zam, ukuba ndim ngokwam; ndiveni+ yaye ndiboneni, ngenxa yokuba umoya awunanyama namathambo+ kanye njengoko nibona ukuba mna ndinazo.”
39 Bonani izandla zam neenyawo zam, ukuba ndim ngokwam; ndiveni+ yaye ndiboneni, ngenxa yokuba umoya awunanyama namathambo+ kanye njengoko nibona ukuba mna ndinazo.”