2 Korinte 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 sisuka sizilahle izinto ezifihlakeleyo ezibangela iintloni,+ singahambi ngobuqhokolo, singalingxengi nelizwi likaThixo,+ kodwa ngokuyibonakalisa inyaniso siyazincomela kuso sonke isazela sabantu emehlweni kaThixo.+ 3 Yohane 3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kuba ndaba nemihlali kakhulu xa abazalwana bafikayo baza banikela ubungqina ngenyaniso onayo, kanye njengoko uqhubeka uhamba enyanisweni.+
2 sisuka sizilahle izinto ezifihlakeleyo ezibangela iintloni,+ singahambi ngobuqhokolo, singalingxengi nelizwi likaThixo,+ kodwa ngokuyibonakalisa inyaniso siyazincomela kuso sonke isazela sabantu emehlweni kaThixo.+
3 Kuba ndaba nemihlali kakhulu xa abazalwana bafikayo baza banikela ubungqina ngenyaniso onayo, kanye njengoko uqhubeka uhamba enyanisweni.+