Mateyu 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo,+ yaye akukho bani umazi ngokupheleleyo uNyana ngaphandle kukaBawo,+ kungekho nabani na umazi ngokupheleleyo uBawo ngaphandle kukaNyana naye nabani na lowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.+ 1 Yohane 3:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngaphezu koko, lowo uyigcinayo imiyalelo yakhe umanyene naye,+ naye umanyene nomntu onjalo; yaye ukuba umanyene nathi,+ sikwazi ngenxa yomoya+ awasinika wona.
27 Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo,+ yaye akukho bani umazi ngokupheleleyo uNyana ngaphandle kukaBawo,+ kungekho nabani na umazi ngokupheleleyo uBawo ngaphandle kukaNyana naye nabani na lowo uNyana athanda ukumtyhila kuye.+
24 Ngaphezu koko, lowo uyigcinayo imiyalelo yakhe umanyene naye,+ naye umanyene nomntu onjalo; yaye ukuba umanyene nathi,+ sikwazi ngenxa yomoya+ awasinika wona.