IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 6:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Kuko oku ukuthanda kwalowo wandithumayo, ukuba ndingalahlekelwa nto kuko konke oko andinike kona kodwa ndikuvuse+ ngomhla wokugqibela.

  • Yohane 17:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 “Ndiyakucela, kungekhona ukuba ubasuse ehlabathini, kodwa ukuba ubalinde ngenxa yalowo ungendawo.+

  • 2 Timoti 1:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Kungenxa yoko kanye le nto ndibandezeleka+ nje, kodwa andinazintloni.+ Kaloku ndiyakholwa, kwaye ndinentembelo yokuba uya kukulondoloza+ oko andibekele kona de kube yiloo mini.+

  • 2 Timoti 4:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 INkosi iya kundihlangula kuwo wonke umsebenzi ongendawo,+ indisindise ngenxa yobukumkani bayo basezulwini.+ Kuyo makubekho uzuko ngonaphakade kanaphakade. Amen.

  • 1 Petros 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nina enilondolozwa ngamandla kaThixo ngokholo+ ngenxa yosindiso+ olulungele ukutyhilwa+ ngexesha lokugqibela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share