1 Korinte 14:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ngeli xesha, bazalwana, ukuba ndingeza kuni ndithetha ngeelwimi, bendiya kuninceda ngantoni na ngaphandle kokuba ndithethe kuni nokuba kungesityhilelo+ okanye ngolwazi+ okanye ngesiprofeto okanye ngemfundiso? Galati 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba andizamkelanga mntwini, kwaye andizifundiswanga, kunoko ndazityhilelwa nguYesu Kristu.+
6 Kodwa ngeli xesha, bazalwana, ukuba ndingeza kuni ndithetha ngeelwimi, bendiya kuninceda ngantoni na ngaphandle kokuba ndithethe kuni nokuba kungesityhilelo+ okanye ngolwazi+ okanye ngesiprofeto okanye ngemfundiso?