INdumiso 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Owu Yehova, ngubani na oya kuba lundwendwe ententeni yakho?+Ngubani na oya kuhlala entabeni yakho engcwele?+
15 Owu Yehova, ngubani na oya kuba lundwendwe ententeni yakho?+Ngubani na oya kuhlala entabeni yakho engcwele?+