IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 15:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Zakuba zithotyelwe phantsi kwakhe zonke izinto,+ uya kwandula ke noNyana ngokwakhe azithobe kuLowo+ wazithobela phantsi kwakhe zonke izinto, ukuze uThixo abe zizinto zonke kubo bonke.+

  • ISityhilelo 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “‘Lowo woyisayo—ndiya kumenza intsika+ kwitempile+ yoThixo wam,+ yaye akasayi kuze aphume kuyo kwakhona, ndize ndilibhale kuye igama loThixo wam negama lesixeko soThixo wam, iYerusalem entsha+ ehla iphuma ezulwini kuThixo wam, nelo gama litsha lilelam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share