IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 5:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ke mna ndithi kuni, wonk’ ubani oqhubeka equmbele+ umzalwana wakhe uya kuphenduliswa+ kwinkundla yokusesikweni; kodwa nabani na obiza umzalwana wakhe ngegama elingathethekiyo lendelelo uya kuphenduliswa kwiNkundla Ephakamileyo; kanti nabani na othi, ‘Sidengendini esingento yanto!’ uya kuba sisisulu somlilo weGehena.+

  • Mateyu 18:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kwaneliso lakho, ukuba liyakukhubekisa, linyothule ulilahle kude; kulunge kanye ukuba ungene ebomini uneliso elinye kunokuba uthi unamehlo omabini uphoswe emlilweni weGehena.+

  • Yakobi 3:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Kaloku, ulwimi lungumlilo.+ Ulwimi lufana nqwa nehlabathi lentswela-bulungisa phakathi kwamalungu ethu, kuba ludyobha umzimba uphela,+ lukwatshisa nevili lobomi bemvelo; lona ke lutshiswa yiGehena.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share