IMizekeliso 10:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ukukhunjulwa kwelungisa kuyintsikelelo,+ kodwa igama labakhohlakeleyo liya kubola.+ Hebhere 10:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba siqhelisela isono ngabom+ emva kokufumana ulwazi oluchanileyo lwenyaniso,+ akusekho mbingelelo wezono useleyo,+ ISityhilelo 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Lowo unendlebe makakuve+ oko ukutshoyo umoya+ kuwo amabandla: Lowo woyisayo+ akasayi kuze onakaliswe kukufa kwesibini.’+ ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
26 Ukuba siqhelisela isono ngabom+ emva kokufumana ulwazi oluchanileyo lwenyaniso,+ akusekho mbingelelo wezono useleyo,+
11 Lowo unendlebe makakuve+ oko ukutshoyo umoya+ kuwo amabandla: Lowo woyisayo+ akasayi kuze onakaliswe kukufa kwesibini.’+
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+