Levitikus 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+ ISityhilelo 15:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndabona ezulwini omnye umqondiso,+ omkhulu nomangalisayo, iingelosi ezisixhenxe+ zinezibetho ezisixhenxe.+ Ezi zezokugqibela, ngenxa yokuba ngazo umsindo+ kaThixo uphelelisiwe.+
21 “‘Kodwa ukuba nithe naqhubeka nihamba ngokuchasene nam naza anavuma ukundiphulaphula, ndiya kuzongeza kwakhona izibetho zam kuni izihlandlo ezisixhenxe ngokwezono zenu.+
15 Ndabona ezulwini omnye umqondiso,+ omkhulu nomangalisayo, iingelosi ezisixhenxe+ zinezibetho ezisixhenxe.+ Ezi zezokugqibela, ngenxa yokuba ngazo umsindo+ kaThixo uphelelisiwe.+