Isaya 11:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+ ISityhilelo 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa omnye wabadala uthi kum: “Musa ukulila. Khangela! INgonyama yesizwe sikaYuda,+ ingcambu+ kaDavide,+ yoyisile,+ ikufanele ukuwuvula umsongo namatywina awo asixhenxe.”
10 Kuya kuthi ngaloo mini+ kubekho ingcambu kaYese+ eya kuma njengomqondiso kwizizwana.+ Kwaneentlanga ziya kuphethukela kuyo zibuze,+ nendawo yayo yokuphumla imele ibe luzuko.+
5 Kodwa omnye wabadala uthi kum: “Musa ukulila. Khangela! INgonyama yesizwe sikaYuda,+ ingcambu+ kaDavide,+ yoyisile,+ ikufanele ukuwuvula umsongo namatywina awo asixhenxe.”