Daniyeli 8:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Waza wahlabela mgama wathi: “Yabona, ndiyakwazisa oko kuya kwenzeka ekupheleni kwesiqalekiso, ngokuba lo mbono ngowexesha elimisiweyo lesiphelo.+ ISityhilelo 22:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yathi kwakhona: “Musa ukuwatywina amazwi esiprofeto salo msongo, kuba ixesha elimisiweyo likufuphi.+
19 Waza wahlabela mgama wathi: “Yabona, ndiyakwazisa oko kuya kwenzeka ekupheleni kwesiqalekiso, ngokuba lo mbono ngowexesha elimisiweyo lesiphelo.+
10 Yathi kwakhona: “Musa ukuwatywina amazwi esiprofeto salo msongo, kuba ixesha elimisiweyo likufuphi.+