Mateyu 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+ ISityhilelo 22:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “‘Khangela! Ndiyeza ngokukhawuleza,+ ukuze ndivuze+ ngamnye ngokwemisebenzi yakhe.+
27 Kuba uNyana womntu umiselwe ukuba eze esebuqaqawulini bukaYise eneengelosi zakhe, abuyekeze ngamnye ngokokuziphatha kwakhe.+