Mateyu 10:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 “Wonk’ ubani, ngoko, ovumayo ukuba umanyene nam phambi kwabantu, nam ndiza kuvuma ukuba ndimanyene+ naye phambi koBawo osemazulwini; Marko 8:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+
32 “Wonk’ ubani, ngoko, ovumayo ukuba umanyene nam phambi kwabantu, nam ndiza kuvuma ukuba ndimanyene+ naye phambi koBawo osemazulwini;
38 Kuba nabani na oba neentloni ngam nangamazwi am kwesi sizukulwana sikrexezayo nesinesono, noNyana womntu uya kuba neentloni+ ngaye xa efika esebuqaqawulini bukaYise kunye neengelosi ezingcwele.”+