Luka 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ndithi, ke kuni, Wonk’ ubani ovumayo+ ukuba umanyene nam phambi kwabantu, noNyana womntu uya kuvuma ukuba umanyene naye phambi kweengelosi zikaThixo.+
8 “Ndithi, ke kuni, Wonk’ ubani ovumayo+ ukuba umanyene nam phambi kwabantu, noNyana womntu uya kuvuma ukuba umanyene naye phambi kweengelosi zikaThixo.+