Roma 2:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kuba umYuda akanguye ngokwangaphandle,+ nolwaluko asilulo olwangaphandle enyameni.+ ISityhilelo 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ‘Ndiyayazi imbandezelo nobuhlwempu bakho—kodwa usisityebi+—nokunyelisa kwabo bathi bona ngokwabo bangamaYuda,+ ukanti abangawo kodwa bayindlu yesikhungu kaSathana.+
9 ‘Ndiyayazi imbandezelo nobuhlwempu bakho—kodwa usisityebi+—nokunyelisa kwabo bathi bona ngokwabo bangamaYuda,+ ukanti abangawo kodwa bayindlu yesikhungu kaSathana.+