Yohane 1:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+ ISityhilelo 19:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+
14 Ngoko uLizwi waba yinyama+ waza wahlala phakathi kwethu, yaye salubona uzuko lwakhe, uzuko olunjengolo lonyana okuphela kozelweyo+ nguyise; kwaye wayezele bububele obungasifanelanga nayinyaniso.+
11 Ndabona izulu livulekile, yaye khangela! nalo ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile,+ nguNyaniso,+ yaye ugweba aze enze imfazwe ngobulungisa.+