8 Nina sele nihluthi, andibi kunjalo? Sele nizizityebi, andibi kunjalo?+ Sele niqalisile ukulawula njengookumkani+ ngaphandle kwethu, andibi kunjalo? Yaye eneneni ndinqwenela ukuba beniqalisile ukulawula njengookumkani, ukuze nathi silawule kunye nani njengookumkani.+