1 Petros 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+ ISityhilelo 5:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 waza wabenza baba bubukumkani+ nababingeleli+ kuThixo+ wethu, yaye baza kulawula njengookumkani+ phezu komhlaba.” ISityhilelo 20:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+
5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+
10 waza wabenza baba bubukumkani+ nababingeleli+ kuThixo+ wethu, yaye baza kulawula njengookumkani+ phezu komhlaba.”
6 Unoyolo+ yaye ungcwele+ lowo unesabelo kuvuko lokuqala; ukufa kwesibini+ akunagunya+ kubo, kodwa baya kuba ngababingeleli+ bakaThixo nabakaKRISTU, balawule njengookumkani kunye naye iminyaka eliwaka.+