Mateyu 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko uYesu wathi kuye: “Hamb’ umke, Sathana! Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo wakho omele umnqule,+ yaye nguye yedwa+ omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+
10 Ngoko uYesu wathi kuye: “Hamb’ umke, Sathana! Kuba kubhaliwe kwathiwa, ‘NguYehova uThixo wakho omele umnqule,+ yaye nguye yedwa+ omele unikele inkonzo engcwele kuye.’”+