ISityhilelo 5:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa omnye wabadala uthi kum: “Musa ukulila. Khangela! INgonyama yesizwe sikaYuda,+ ingcambu+ kaDavide,+ yoyisile,+ ikufanele ukuwuvula umsongo namatywina awo asixhenxe.”
5 Kodwa omnye wabadala uthi kum: “Musa ukulila. Khangela! INgonyama yesizwe sikaYuda,+ ingcambu+ kaDavide,+ yoyisile,+ ikufanele ukuwuvula umsongo namatywina awo asixhenxe.”