INdumiso 110:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Intonga yamandla+ akho uYehova uya kuyithumela iphuma eZiyon,+ esithi:“Hamba usoyisa phakathi kweentshaba zakho.”+ ISityhilelo 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kwabakho imfazwe ezulwini: UMikayeli+ neengelosi zakhe balwa idabi nenamba, yazilwela nayo inamba kunye neengelosi zayo
2 Intonga yamandla+ akho uYehova uya kuyithumela iphuma eZiyon,+ esithi:“Hamba usoyisa phakathi kweentshaba zakho.”+
7 Kwabakho imfazwe ezulwini: UMikayeli+ neengelosi zakhe balwa idabi nenamba, yazilwela nayo inamba kunye neengelosi zayo