Marko 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ kuya kubakho iinyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo, kuya kubakho ukunqongophala kokutya.+ Oku kukuqala kwenimba.+
8 “Kuba uhlanga luya kuvukelana nohlanga nobukumkani buvukelane nobukumkani,+ kuya kubakho iinyikima zomhlaba+ kwiindawo ngeendawo, kuya kubakho ukunqongophala kokutya.+ Oku kukuqala kwenimba.+