Mateyu 24:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu+ ekungazange kubekho injengayo ukususela ekuqaleni kwehlabathi de kube ngoku,+ nekungasayi kubakho injengayo kwakhona. Marko 13:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 kuba loo mihla iya kuba yimihla yembandezelo+ ekungazange kubekho injengayo ukususela ekuqaleni kwendalo awayidalayo uThixo de kwalelo xesha, kwaye ayisayi kubakho kwakhona.+
21 kuba ngelo xesha kuya kubakho imbandezelo enkulu+ ekungazange kubekho injengayo ukususela ekuqaleni kwehlabathi de kube ngoku,+ nekungasayi kubakho injengayo kwakhona.
19 kuba loo mihla iya kuba yimihla yembandezelo+ ekungazange kubekho injengayo ukususela ekuqaleni kwendalo awayidalayo uThixo de kwalelo xesha, kwaye ayisayi kubakho kwakhona.+