Hebhere 9:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo? Hebhere 9:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ewe, phantse zonke izinto zihlanjululwa ngegazi+ ngokuvumelana noMthetho, yaye kungaphalalanga gazi,+ akubikho kuxolelwa.+ 1 Yohane 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+ ISityhilelo 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “Izibulo kwabafileyo,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+ Kulowo usithandayo nowasikhululayo+ kwizono zethu ngegazi+ lakhe—
14 liya kuba nako ngakumbi kangakanani na ke lona igazi+ likaKristu, owathi ngomoya ongunaphakade wazinikela+ kuThixo engenasiphako, ukuhlambulula+ izazela zethu kwimisebenzi efileyo+ ukuze sinikele inkonzo engcwele+ kuThixo ophilayo?
22 Ewe, phantse zonke izinto zihlanjululwa ngegazi+ ngokuvumelana noMthetho, yaye kungaphalalanga gazi,+ akubikho kuxolelwa.+
7 Noko ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengoko yena ngokwakhe esekukhanyeni,+ soba sinokwabelana omnye nomnye,+ lithi negazi+ likaYesu uNyana wakhe lisihlambulule+ kuso sonke isono.+
5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “Izibulo kwabafileyo,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+ Kulowo usithandayo nowasikhululayo+ kwizono zethu ngegazi+ lakhe—