INdumiso 141:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+ Luka 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 yaye yonke inkitha yabantu yayithandaza ngaphandle ngelixa lokunikela isiqhumiso.+ 1 Petros 4:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa isiphelo sezinto zonke sisondele.+ Ngoko ke, yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nikuphaphele ukuthandaza.+
2 Ngamana umthandazo wam ungalungiselelwa njengempepho+ phambi kwakho,+Ukuphakanyiswa kwezandla zam zam kube njengomnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+
7 Kodwa isiphelo sezinto zonke sisondele.+ Ngoko ke, yibani ngabaphilileyo engqondweni,+ nikuphaphele ukuthandaza.+