1 Korinte 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kodwa ukuba umfazi uneenwele ezinde, luzuko+ oko kuye? Ngenxa yokuba unikwe iinwele zakhe esikhundleni sesigqubuthelo sentloko.+ Efese 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Enyanisweni, njengoko ibandla limthobela uKRISTU, ngoko mabenjenjalo nabafazi kumadoda abo kuyo yonk’ into.+
15 kodwa ukuba umfazi uneenwele ezinde, luzuko+ oko kuye? Ngenxa yokuba unikwe iinwele zakhe esikhundleni sesigqubuthelo sentloko.+
24 Enyanisweni, njengoko ibandla limthobela uKRISTU, ngoko mabenjenjalo nabafazi kumadoda abo kuyo yonk’ into.+