IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Korinte 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Anazi na ukuba niyitempile kaThixo,+ nokuba umoya kaThixo uhleli kuni?+

  • 2 Korinte 6:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Yaye inakuvisisana kuni na itempile kaThixo nezithixo?+ Kuba siyitempile+ kaThixo ophilayo; kanye njengoko uThixo wathi: “Ndiya kuhlala phakathi kwabo,+ ndihambe phakathi kwabo, ndibe nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+

  • Efese 2:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngokumanyene naye isakhiwo siphela, esihlonyelwe ndawonye ngemvisiswano,+ sikhulela ekubeni yitempile engcwele kaYehova.+

  • 1 Petros 2:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 nani ke niyakhiwa njengamatye aphilayo, ukuze nibe yindlu yokomoya+ ngenjongo yobubingeleli obungcwele, ukuba ninikele imibingelelo yokomoya+ eyamkelekileyo kuThixo ngoYesu Kristu.+

  • 1 Petros 4:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngokuba lixesha lokuba umgwebo uqale ngendlu kaThixo.+ Ukuba ke uqala ngathi kuqala,+ siya kuba yintoni na isiphelo sabo bangazithobeliyo iindaba ezilungileyo zikaThixo?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share