Isaya 66:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Mna ke, ndiya kubangela ukutyhoboza na ndize ndingabangeli kuzalwe?”+ utsho uYehova. “Okanye ndibangela kuzalwe na ndize okunene ndivale?” utsho uThixo wakho.
9 “Mna ke, ndiya kubangela ukutyhoboza na ndize ndingabangeli kuzalwe?”+ utsho uYehova. “Okanye ndibangela kuzalwe na ndize okunene ndivale?” utsho uThixo wakho.