ISityhilelo 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.
9 Ngoko yaphoswa phantsi inamba+ enkulu, inyoka+ yantlandlolo, leyo ibizwa ngokuba nguMtyholi,+ noSathana,+ lowo ulahlekisa umhlaba+ omiweyo uphela; waphoswa phantsi emhlabeni,+ neengelosi zakhe zaphoswa phantsi kunye naye.