Yohane 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba kanye njengoko uYise ebavusa abafileyo aze abenze baphile,+ ngokunjalo noNyana ubenza baphile abo afunayo ukubenza baphile.+ Yohane 6:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Kuba kuko oku ukuthanda kukaBawo, ukuba wonk’ ubani ombonayo uNyana aze abonise ukholo kuye, abe nobomi obungunaphakade,+ yaye ndiza kumvusa ngomhla wokugqibela.”+ ISityhilelo 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Yaye ingelosi+ yebandla eliseSmirna yibhalele uthi: Ezi zizinto azitshoyo, ‘owokuQala nowokuGqibela,’+ owafayo waza wabuyela ebomini kwakhona,+
21 Kuba kanye njengoko uYise ebavusa abafileyo aze abenze baphile,+ ngokunjalo noNyana ubenza baphile abo afunayo ukubenza baphile.+
40 Kuba kuko oku ukuthanda kukaBawo, ukuba wonk’ ubani ombonayo uNyana aze abonise ukholo kuye, abe nobomi obungunaphakade,+ yaye ndiza kumvusa ngomhla wokugqibela.”+
8 “Yaye ingelosi+ yebandla eliseSmirna yibhalele uthi: Ezi zizinto azitshoyo, ‘owokuQala nowokuGqibela,’+ owafayo waza wabuyela ebomini kwakhona,+