Genesis 9:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo. Mateyu 26:52 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+
6 Nabani na ophalaza igazi lomntu, lophalazwa ngumntu nelakhe igazi,+ kuba umntu wenziwa ngomfanekiso kaThixo.
52 Ngoko uYesu wathi kuye: “Buyisela ikrele lakho endaweni yalo,+ kuba bonke abathabatha ikrele baya kutshabalala ngekrele.+