ISityhilelo 7:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndaliva inani labo batywinwayo, ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abatywinwa bephuma kuzo zonke izizwe+ zoonyana bakaSirayeli:+
4 Ndaliva inani labo batywinwayo, ikhulu elinamashumi amane anesine lamawaka,+ abatywinwa bephuma kuzo zonke izizwe+ zoonyana bakaSirayeli:+